Amalungu egqiza elijongene no lwaluko kwiphondo le Ntshona Koloni iSomagwaza Institute abangoza abazali kwakunye namakhwenkwe azakuya esuthwini kule nyanga sikuyo ukuba basebenzisane nabo ukuzama ...